FAKI MALI

演唱:UYIHLO、BhutLegend
Aye, hayi
Uthini!?
Yeah, okay!
Yeah, aye, uthini!?
Aye, yeah
Faki mali subulibazisa
Ngene estage ndiyabanyakazisa
Ngamageza ndiyabaphambanisa
Asuvana uba uyandiphazamisa
Faki imali subulibazisa
Ngene estage ndiyabanyakazisa
Ngamageza ndiyabaphambanisa
Asuvana uba uyandiphazamisa
Fakimali subulibazisa,
Fakisjweva subulibazisa
Fakisjweva subulibazisa
Fakimali subulibazisa
Fakisjweva subulibazisa
Fakisjweva subulibazisa
Ndiyaba phambanisa bathi uh
Ndiyaba phambanisa bathi uh
Ndiyaphambanisa bathi ruuu
Ndithi gqi
Bathi gqu
In the trench trap ngoMvulo
In the trench trap nomZulu
She so home-trained uyondlula
I'm still outside
Ndiyabodlula
Ngath' nd'jula amathambo bayavuma
Oko bes'thoba kuphele nentloko
Change down
Gqibo phuma eCosmo
Overload sibabambe nge ncoko
Yikho iholster
Kodwa ikhona impompo
Ba sihlangene
Hleli sikhona isonka
Ngena kuTikTok
Ndinyikinye intloko
Naba abafana benxibe iilokhwe
Took the long way
Le ayiyo ifolokwe
Faki mali subulibazisa
Ngene estage ndiyabanyakazisa
Ngamageza ndiyabaphambanisa
Asuvana uba uyand'phazamisa
Faki imali subulibazisa
Ngene estage ndiyabanyakazisa
Ngamageza ndiyabaphambanisa
Asuvana uba uyandiphazamisa

你可能喜欢